Igama lam ndingu Nomsikelelo Masala. Ndihlala Kwa Zakhele Site & Service.
Ndiyagula sisifo se HIVpositive. Ndiyile ko Gqirha, ndizenzile zonke izinto ukuzama ukuphila kunye ne ARV. Bendinesisi esibuhlungu nenyawo ezindumbileyo ndingakwazi ukuhamba. Bendincediswa xa ndihambayo okanye ndisebenzise intonga. Bendinethrush emqaleni.
Ndeva ngo Herbalife nda katyelwa eKlubini ndafumana amancediso aphilileyo. Nda sebenzisz ne products zabo.
Emva kweveki ezinthato nda fumana umhluko. Ndayieka intonga ne nyawo zayeka ukudumba. Ngoku ndiyazihambela ngenyawo zam.
Please Note: We make no medical claims, just feeding our bodies good nutrition can make an incredible difference to our health.