| Nomsikelelo’s Incredible Story To Better Health Whilst Living With HIV | Date: 06/11/09 Time: 10:44 PM |
Nomsikelelo Masala’s HIV Story
My name is Nomsikelelo Masala. I stay in Kwa-Zakhele Site & Service. I am HIV positive. I went to many Doctors in search of good health and using ARV’s. I had stomach aches, swollen feet and knees and I could not even walk by myself. I used a walking stick. I had thrush in my throat. I heard about Herbalife and was given good advice that will improve my health situation. I used the products they gave me at the club. After 3days I was able to walk without my stick and in 3 weeks I saw a big difference. I no longer have swollen feet and knees and I can walk freely now on my own two feet.
Igama lam ndingu Nomsikelelo Masala. Ndihlala Kwa Zakhele Site & Service. Ndiyagula sisifo se HIVpositive. Ndiyile ko Gqirha, ndizenzile zonke izinto ukuzama ukuphila kunye ne ARV. Bendinesisi esibuhlungu nenyawo ezindumbileyo ndingakwazi ukuhamba. Bendincediswa xa ndihambayo okanye ndisebenzise intonga. Bendinethrush emqaleni. Ndeva ngo Herbalife nda katyelwa eKlubini ndafumana amancediso aphilileyo. Nda sebenzisz ne products zabo. Emva kweveki ezinthato nda fumana umhluko. Ndayieka intonga ne nyawo zayeka ukudumba. Ngoku ndiyazihambela ngenyawo zam. |